Mateyu 21:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ukuba, ngoko, sithi, ‘Lwaluvela ebantwini,’ soyika isihlwele,+ kuba bonke babambe ukuthi uYohane ngumprofeti.”+ Marko 6:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kuba uHerode wayemoyika+ uYohane, emazi ngokuba yindoda elilungisa nengcwele;+ yaye wayemgcina ekhuselekile. Kwaye emva kokuba emvile+ wayexakiwe yinto amakayenze, ukanti waqhubeka emphulaphula ngochulumanco. Luka 1:76 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 76 Kodwa ke wena, mntwana oselula, uya kubizwa ngokuba ungumprofeti wOyena Uphakamileyo, kuba uya kuhamba phambi koYehova ukuba ulungise iindlela zakhe,+ Luka 20:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kodwa ukuba sithi, ‘Lwaluvela ebantwini,’ abantu bonke baya kusixuluba,+ kuba beyisekile ukuba uYohane+ ebengumprofeti.”+
26 Ukuba, ngoko, sithi, ‘Lwaluvela ebantwini,’ soyika isihlwele,+ kuba bonke babambe ukuthi uYohane ngumprofeti.”+
20 Kuba uHerode wayemoyika+ uYohane, emazi ngokuba yindoda elilungisa nengcwele;+ yaye wayemgcina ekhuselekile. Kwaye emva kokuba emvile+ wayexakiwe yinto amakayenze, ukanti waqhubeka emphulaphula ngochulumanco.
76 Kodwa ke wena, mntwana oselula, uya kubizwa ngokuba ungumprofeti wOyena Uphakamileyo, kuba uya kuhamba phambi koYehova ukuba ulungise iindlela zakhe,+
6 Kodwa ukuba sithi, ‘Lwaluvela ebantwini,’ abantu bonke baya kusixuluba,+ kuba beyisekile ukuba uYohane+ ebengumprofeti.”+