Mateyu 22:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ngoko bathumela kuye abafundi babo, ndawonye neqela labalandeli bakaHerode,+ besithi: “Mfundisi, siyazi ukuba unenyaniso kwaye ufundisa indlela kaThixo ngenyaniso, kwaye akukhathalele nabani na, kuba akukhangeli imbonakalo yangaphandle yabantu.+ Marko 12:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Bathumela kuye abathile babaFarisi nabeqela labalandeli bakaHerode,+ ukuze bambambise ngentetho yakhe.+
16 Ngoko bathumela kuye abafundi babo, ndawonye neqela labalandeli bakaHerode,+ besithi: “Mfundisi, siyazi ukuba unenyaniso kwaye ufundisa indlela kaThixo ngenyaniso, kwaye akukhathalele nabani na, kuba akukhangeli imbonakalo yangaphandle yabantu.+
13 Bathumela kuye abathile babaFarisi nabeqela labalandeli bakaHerode,+ ukuze bambambise ngentetho yakhe.+