Marko 7:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Wakhangela phezulu ezulwini+ wancwina+ ngamandla waza wathi kuso: “Efatha,” oko kukuthi, “Vuleka.”
34 Wakhangela phezulu ezulwini+ wancwina+ ngamandla waza wathi kuso: “Efatha,” oko kukuthi, “Vuleka.”