IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 44:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Abazi,+ bengaqondi,+ ngenxa yokuba amehlo abo avingciwe khon’ ukuze bangaboni,+ nentliziyo yabo khon’ ukuze bangabi nangqiqo.+

  • Yeremiya 5:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 “Ke kaloku, yivani oku, bantundini bangalumkanga, abangenantliziyo:+ Banamehlo, kodwa ababoni;+ baneendlebe, kodwa abeva.+

  • Hezekile 12:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 “Nyana womntu, uhleli phakathi kwendlu enemvukelo,+ banamehlo okubona kodwa okunene ababoni,+ baneendlebe zokuva kodwa okunene abeva,+ kuba bayindlu enemvukelo.+

  • Mateyu 13:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Kungenxa yoko le nto ndithetha kubo ngemizekeliso, ngenxa yokuba, nakuba bekhangela, bakhangelela ilize, nakuba besiva, bavela ilize, bengaqondi nokuqonda;+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share