Mateyu 17:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Wandula ke uYesu wayikhalimela idemon leyo, yaphuma kuye;+ yaphila inkwenkwe ukususela ngelo lixa.+ Marko 1:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Kodwa uYesu wawukhalimela, esithi: “Yithi cwaka, uze uphume kuye!”+ Luka 4:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Kodwa uYesu wawukhalimela, esithi: “Yithi cwaka, uze uphume kuye.” Ngoko, emva kokumphosa phantsi loo mntu phakathi kwabo, idemon yaphuma kuye ingamenzakalisanga.+ IZenzo 10:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 ongulo, uYesu owayevela eNazarete, indlela uThixo awamthambisa ngayo ngomoya oyingcwele+ namandla, yaye walityhutyha ilizwe esenza okulungileyo kwaye ephilisa bonke abo bacinezelwe nguMtyholi;+ ngenxa yokuba uThixo wayenaye.+
18 Wandula ke uYesu wayikhalimela idemon leyo, yaphuma kuye;+ yaphila inkwenkwe ukususela ngelo lixa.+
35 Kodwa uYesu wawukhalimela, esithi: “Yithi cwaka, uze uphume kuye.” Ngoko, emva kokumphosa phantsi loo mntu phakathi kwabo, idemon yaphuma kuye ingamenzakalisanga.+
38 ongulo, uYesu owayevela eNazarete, indlela uThixo awamthambisa ngayo ngomoya oyingcwele+ namandla, yaye walityhutyha ilizwe esenza okulungileyo kwaye ephilisa bonke abo bacinezelwe nguMtyholi;+ ngenxa yokuba uThixo wayenaye.+