Mateyu 8:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Wandula ke uYesu wathi kwigosa lomkhosi: “Hamba. Makwenzeke kuwe ngokokholo lwakho.”+ Kwaye isicaka saphiliswa kwangalo elo lixa. Mateyu 9:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 UYesu wajika waza, emphawula, wathi: “Yomelela, ntombi; ukholo lwakho lukuphilisile.”+ Kwaye ukususela ngelo lixa lomfazi waphila.+ Mateyu 15:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Waza ke uYesu waphendula wathi kuye: “Owu mfazi, ukholo lwakho lukhulu; makwenzeke kuwe ngokomnqweno wakho.” Yaphiliswa ke intombi yakhe kwangelo lixa.+ Yohane 4:52 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 52 Ngoko ke wawabuza ilixa echache ngalo. Ngako oko athi kuye: “Izolo ngelixa lesixhenxe uye waphela umkhuhlane.”+
13 Wandula ke uYesu wathi kwigosa lomkhosi: “Hamba. Makwenzeke kuwe ngokokholo lwakho.”+ Kwaye isicaka saphiliswa kwangalo elo lixa.
22 UYesu wajika waza, emphawula, wathi: “Yomelela, ntombi; ukholo lwakho lukuphilisile.”+ Kwaye ukususela ngelo lixa lomfazi waphila.+
28 Waza ke uYesu waphendula wathi kuye: “Owu mfazi, ukholo lwakho lukhulu; makwenzeke kuwe ngokomnqweno wakho.” Yaphiliswa ke intombi yakhe kwangelo lixa.+
52 Ngoko ke wawabuza ilixa echache ngalo. Ngako oko athi kuye: “Izolo ngelixa lesixhenxe uye waphela umkhuhlane.”+