Mateyu 26:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Njengoko babeqhubeka besidla, uYesu wathabatha isonka+ waza, emva kokucela intsikelelo, wasiqhekeza,+ wanika abafundi, wathi: “Thabathani, nidle. Oku kuthetha umzimba wam.”+ Luka 22:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Wathabatha isonka,+ wathi akubulela, wasiqhekeza, wabanika sona, esithi: “Oku kuthetha umzimba wam+ oza kunikelwa ngenxa yenu.+ Hlalani nisenza oku nindikhumbula.”+ 1 Korinte 10:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Indebe+ yentsikelelo le siyisikelelayo, asikokwabelana na egazini likaKRISTU? Isonka esisiqhekezayo,+ asikokwabelana na emzimbeni kaKRISTU?+ 1 Korinte 11:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 yaye, emva kokubulela, yasiqhekeza+ yaza yathi: “Oku kuthetha umzimba wam+ ngenxa yenu. Oku kwenzeleni ukundikhumbula.”+
26 Njengoko babeqhubeka besidla, uYesu wathabatha isonka+ waza, emva kokucela intsikelelo, wasiqhekeza,+ wanika abafundi, wathi: “Thabathani, nidle. Oku kuthetha umzimba wam.”+
19 Wathabatha isonka,+ wathi akubulela, wasiqhekeza, wabanika sona, esithi: “Oku kuthetha umzimba wam+ oza kunikelwa ngenxa yenu.+ Hlalani nisenza oku nindikhumbula.”+
16 Indebe+ yentsikelelo le siyisikelelayo, asikokwabelana na egazini likaKRISTU? Isonka esisiqhekezayo,+ asikokwabelana na emzimbeni kaKRISTU?+
24 yaye, emva kokubulela, yasiqhekeza+ yaza yathi: “Oku kuthetha umzimba wam+ ngenxa yenu. Oku kwenzeleni ukundikhumbula.”+