Roma 8:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kuba anifumananga moya wobukhoboka obangela uloyiko+ kwakhona, kodwa nifumene umoya+ wokwenziwa oonyana,+ moya lowo esithi ngawo sidanduluke sisithi: “Abha,+ Bawo!” Galati 4:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngenxa yokuba ke ningoonyana, uThixo uye wathumela umoya+ woNyana wakhe ezintliziyweni zethu yaye udanduluka usithi: “Abha, Bawo!”+
15 Kuba anifumananga moya wobukhoboka obangela uloyiko+ kwakhona, kodwa nifumene umoya+ wokwenziwa oonyana,+ moya lowo esithi ngawo sidanduluke sisithi: “Abha,+ Bawo!”
6 Ngenxa yokuba ke ningoonyana, uThixo uye wathumela umoya+ woNyana wakhe ezintliziyweni zethu yaye udanduluka usithi: “Abha, Bawo!”+