Isaya 65:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 abo bathi, ‘Namathela kuwe. Musa ukusondela kum, kuba ngokuqinisekileyo ndiya kudlulisela ubungcwele kuwe.’+ Aba bangumsi emathatheni am,+ umlilo ovutha imini yonke.+ Mateyu 9:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kodwa bakubona oku abaFarisi bathi kubafundi bakhe: “Kutheni le nto umfundisi wenu esidla nabaqokeleli berhafu naboni?”+ Luka 5:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Ekuphenduleni uYesu wathi kubo: “Kwabo baphilileyo akufuneki gqirha,+ kodwa kwabo bagulayo uyafuneka.+
5 abo bathi, ‘Namathela kuwe. Musa ukusondela kum, kuba ngokuqinisekileyo ndiya kudlulisela ubungcwele kuwe.’+ Aba bangumsi emathatheni am,+ umlilo ovutha imini yonke.+
11 Kodwa bakubona oku abaFarisi bathi kubafundi bakhe: “Kutheni le nto umfundisi wenu esidla nabaqokeleli berhafu naboni?”+
31 Ekuphenduleni uYesu wathi kubo: “Kwabo baphilileyo akufuneki gqirha,+ kodwa kwabo bagulayo uyafuneka.+