Marko 2:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kamva wangqendeva etafileni endlwini yakhe, yaye abaqokeleli berhafu+ naboni abaninzi babengqendeve noYesu nabafundi bakhe, kuba kwakukho abaninzi babo yaye baqalisa ukumlandela.+ Marko 2:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kodwa ababhali babaFarisi, bakubona ukuba wayesidla naboni nabaqokeleli berhafu, bathi kubafundi bakhe: “Ngaba udla nabaqokeleli berhafu naboni?”+ Luka 5:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Ngako oko abaFarisi nababhali babo bambombozela kubafundi bakhe, besithi: “Kutheni na nisidla nize nisele nabaqokeleli berhafu naboni?”+ Luka 7:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Akukubona oku umFarisi owayemmemile wathi ngaphakathi kuye: “Lo mntu, ukuba ebengumprofeti,+ ngesazi ukuba ngubani yaye luhlobo luni lomfazi alulo lo umchukumisayo, ukuba ungumoni.”+ Luka 15:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngenxa yoko abaFarisi nababhali bahlala bedumzela, besithi: “Lo mntu wamkela aboni, adle nabo.”+ Luka 19:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Bakukubona oku, badumzela+ bonke, besithi: “Ungene waya kulalisa kwindoda engumoni.”
15 Kamva wangqendeva etafileni endlwini yakhe, yaye abaqokeleli berhafu+ naboni abaninzi babengqendeve noYesu nabafundi bakhe, kuba kwakukho abaninzi babo yaye baqalisa ukumlandela.+
16 Kodwa ababhali babaFarisi, bakubona ukuba wayesidla naboni nabaqokeleli berhafu, bathi kubafundi bakhe: “Ngaba udla nabaqokeleli berhafu naboni?”+
30 Ngako oko abaFarisi nababhali babo bambombozela kubafundi bakhe, besithi: “Kutheni na nisidla nize nisele nabaqokeleli berhafu naboni?”+
39 Akukubona oku umFarisi owayemmemile wathi ngaphakathi kuye: “Lo mntu, ukuba ebengumprofeti,+ ngesazi ukuba ngubani yaye luhlobo luni lomfazi alulo lo umchukumisayo, ukuba ungumoni.”+