Mateyu 26:71 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 71 Akuba ephumile waya kwindlu esesangweni, enye intombazana yamphawula yaza yathi kwabo babelapho: “Lo mntu wayekunye noYesu umNazarete.”+ Luka 22:58 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 58 Yaye emva kwexesha elifutshane omnye umntu wambona wathi: “Nawe ungomnye wabo.” Kodwa uPetros wathi: “Ndoda, andinguye.”+ Yohane 18:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ke kaloku uSimon Petros wayemile esotha. Bandula ke bathi kuye: “Akunguye omnye wabafundi bakhe nawe, akunjalo?” Wakhanyela waza wathi: “Andinguye.”+
71 Akuba ephumile waya kwindlu esesangweni, enye intombazana yamphawula yaza yathi kwabo babelapho: “Lo mntu wayekunye noYesu umNazarete.”+
58 Yaye emva kwexesha elifutshane omnye umntu wambona wathi: “Nawe ungomnye wabo.” Kodwa uPetros wathi: “Ndoda, andinguye.”+
25 Ke kaloku uSimon Petros wayemile esotha. Bandula ke bathi kuye: “Akunguye omnye wabafundi bakhe nawe, akunjalo?” Wakhanyela waza wathi: “Andinguye.”+