Mateyu 26:69 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 69 Ke kaloku uPetros wayehleli ngaphandle entendelezweni; yaye kweza kuye isicakazana, sisithi: “Nawe, ubukunye noYesu umGalili!”+ Marko 14:69 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 69 Apho isicakazana, sakumbona, saqala kwakhona sathi kwabo babemi khona apho: “Lo ngomnye wabo.”+ Luka 22:58 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 58 Yaye emva kwexesha elifutshane omnye umntu wambona wathi: “Nawe ungomnye wabo.” Kodwa uPetros wathi: “Ndoda, andinguye.”+
69 Ke kaloku uPetros wayehleli ngaphandle entendelezweni; yaye kweza kuye isicakazana, sisithi: “Nawe, ubukunye noYesu umGalili!”+
58 Yaye emva kwexesha elifutshane omnye umntu wambona wathi: “Nawe ungomnye wabo.” Kodwa uPetros wathi: “Ndoda, andinguye.”+