IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Marko 8:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Waqala ukubafundisa ukuba uNyana womntu umele eve iimbandezelo ezininzi aze agatywe ngamadoda amakhulu nababingeleli abaziintloko nababhali, abulawe,+ aze avuke kwiintsuku ezintathu kamva.+

  • Luka 18:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 yaye emva kokumtyakatya+ baya kumbulala,+ kodwa ngomhla wesithathu uya kuvuka.”+

  • IZenzo 4:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 makwazeke kuni nonke nakubo bonke abantu bakwaSirayeli, ukuba egameni likaYesu Kristu umNazarete,+ enambethelelayo+ kodwa uThixo wamvusa kwabafileyo,+ kungaye lo athe lo mntu wema apha phambi kwenu ephilile.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share