Mateyu 26:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Enyanisweni, uNyana womntu uyemka, kanye njengokuba kubhaliwe+ ngaye, kodwa yeha+ loo mntu angcatshwa ngaye uNyana womntu!+ Ngekumlungele loo mntu ukuba wayengazange azalwe.” Yuda 11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Yeha ke bona, ngenxa yokuba baye bahamba ngomendo kaKayin,+ yaye baye bagxalathelana ukuya kwikhondo lesiphoso sikaBhileham+ ngenxa yomvuzo, yaye baye batshabalala kwintetho yemvukelo+ kaKora!+ ISityhilelo 2:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 “‘Noko ke, ndinezinto ezimbalwa nxamnye nawe, zokuba unabo abo babambelele nkqi kwimfundiso kaBhileham,+ owafundisa uBhalaki+ ukubeka isikhubekiso phambi koonyana bakaSirayeli, ukutya izinto ezibingelelwe kwizithixo nokuhenyuza.+
24 Enyanisweni, uNyana womntu uyemka, kanye njengokuba kubhaliwe+ ngaye, kodwa yeha+ loo mntu angcatshwa ngaye uNyana womntu!+ Ngekumlungele loo mntu ukuba wayengazange azalwe.”
11 Yeha ke bona, ngenxa yokuba baye bahamba ngomendo kaKayin,+ yaye baye bagxalathelana ukuya kwikhondo lesiphoso sikaBhileham+ ngenxa yomvuzo, yaye baye batshabalala kwintetho yemvukelo+ kaKora!+
14 “‘Noko ke, ndinezinto ezimbalwa nxamnye nawe, zokuba unabo abo babambelele nkqi kwimfundiso kaBhileham,+ owafundisa uBhalaki+ ukubeka isikhubekiso phambi koonyana bakaSirayeli, ukutya izinto ezibingelelwe kwizithixo nokuhenyuza.+