Mateyu 26:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Enyanisweni, uNyana womntu uyemka, kanye njengokuba kubhaliwe+ ngaye, kodwa yeha+ loo mntu angcatshwa ngaye uNyana womntu!+ Ngekumlungele loo mntu ukuba wayengazange azalwe.”
24 Enyanisweni, uNyana womntu uyemka, kanye njengokuba kubhaliwe+ ngaye, kodwa yeha+ loo mntu angcatshwa ngaye uNyana womntu!+ Ngekumlungele loo mntu ukuba wayengazange azalwe.”