Mateyu 27:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Kwathi kwakusa, bonke ababingeleli abaziintloko namadoda amakhulu abantu babhunga nxamnye noYesu ukuze bambulale.+ Marko 15:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kwaye ngoko nangoko ngesifingo ababingeleli abaziintloko kunye namadoda amakhulu nababhali, kwaneSanhedrin iphela, babhunga,+ yaye bambopha uYesu bamqhuba baza bamnikela kuPilato.+
27 Kwathi kwakusa, bonke ababingeleli abaziintloko namadoda amakhulu abantu babhunga nxamnye noYesu ukuze bambulale.+
15 Kwaye ngoko nangoko ngesifingo ababingeleli abaziintloko kunye namadoda amakhulu nababhali, kwaneSanhedrin iphela, babhunga,+ yaye bambopha uYesu bamqhuba baza bamnikela kuPilato.+