IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 2:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  2 Ookumkani bomhlaba basuke bema+

      Namagosa aphakamileyo abuthene ndawonye njengamntu mnye+

      Nxamnye noYehova+ nomthanjiswa wakhe,+

  • Marko 15:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Kwaye ngoko nangoko ngesifingo ababingeleli abaziintloko kunye namadoda amakhulu nababhali, kwaneSanhedrin iphela, babhunga,+ yaye bambopha uYesu bamqhuba baza bamnikela kuPilato.+

  • Luka 22:66
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 66 Ethubeni kwakuba semini, amadoda amakhulu abantu, kwanababingeleli abaziintloko nababhali, bahlanganisana,+ baza bamrholela kwiholo yabo yeSanhedrin, besithi:+

  • Yohane 18:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Bandula ke bamsusa uYesu kuKayafa bamsa kwibhotwe lerhuluneli.+ Ke kaloku kwakusekuseni. Kodwa bona abangenanga kwibhotwe lerhuluneli, ukuze bangazenzi inqambi+ kodwa bakwazi ukudla ipasika.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share