IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 27:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Kwathi kwakusa, bonke ababingeleli abaziintloko namadoda amakhulu abantu babhunga nxamnye noYesu ukuze bambulale.+

  • Luka 22:66
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 66 Ethubeni kwakuba semini, amadoda amakhulu abantu, kwanababingeleli abaziintloko nababhali, bahlanganisana,+ baza bamrholela kwiholo yabo yeSanhedrin, besithi:+

  • Yohane 18:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Bandula ke bamsusa uYesu kuKayafa bamsa kwibhotwe lerhuluneli.+ Ke kaloku kwakusekuseni. Kodwa bona abangenanga kwibhotwe lerhuluneli, ukuze bangazenzi inqambi+ kodwa bakwazi ukudla ipasika.

  • IZenzo 3:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 UTHIXO ka-Abraham nokaIsake nokaYakobi,+ uTHIXO wookhokho bethu, umzukisile+ uMkhonzi wakhe,+ uYesu, lowo nina namnikelayo+ naza namkhanyela phambi kobuso bukaPilato, xa wayegqibe kwelokuba amkhulule.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share