Mateyu 27:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kwaye, bakuba bembophile, bamqhuba baza bamnikela kuPilato irhuluneli.+ Marko 15:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kwaye ngoko nangoko ngesifingo ababingeleli abaziintloko kunye namadoda amakhulu nababhali, kwaneSanhedrin iphela, babhunga,+ yaye bambopha uYesu bamqhuba baza bamnikela kuPilato.+ Luka 23:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ngoko inkitha yabo yesuka, iyonke, yamsa kuPilato.+ IZenzo 3:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 UTHIXO ka-Abraham nokaIsake nokaYakobi,+ uTHIXO wookhokho bethu, umzukisile+ uMkhonzi wakhe,+ uYesu, lowo nina namnikelayo+ naza namkhanyela phambi kobuso bukaPilato, xa wayegqibe kwelokuba amkhulule.+
15 Kwaye ngoko nangoko ngesifingo ababingeleli abaziintloko kunye namadoda amakhulu nababhali, kwaneSanhedrin iphela, babhunga,+ yaye bambopha uYesu bamqhuba baza bamnikela kuPilato.+
13 UTHIXO ka-Abraham nokaIsake nokaYakobi,+ uTHIXO wookhokho bethu, umzukisile+ uMkhonzi wakhe,+ uYesu, lowo nina namnikelayo+ naza namkhanyela phambi kobuso bukaPilato, xa wayegqibe kwelokuba amkhulule.+