Mateyu 20:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 bamnikele kubantu beentlanga ukuze bahlekise ngaye, bamtyakatye, bambethelele,+ aze avuswe ngomhla wesithathu.”+ Luka 23:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ngoko inkitha yabo yesuka, iyonke, yamsa kuPilato.+ Yohane 18:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Bandula ke bamsusa uYesu kuKayafa bamsa kwibhotwe lerhuluneli.+ Ke kaloku kwakusekuseni. Kodwa bona abangenanga kwibhotwe lerhuluneli, ukuze bangazenzi inqambi+ kodwa bakwazi ukudla ipasika. IZenzo 3:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 UTHIXO ka-Abraham nokaIsake nokaYakobi,+ uTHIXO wookhokho bethu, umzukisile+ uMkhonzi wakhe,+ uYesu, lowo nina namnikelayo+ naza namkhanyela phambi kobuso bukaPilato, xa wayegqibe kwelokuba amkhulule.+
19 bamnikele kubantu beentlanga ukuze bahlekise ngaye, bamtyakatye, bambethelele,+ aze avuswe ngomhla wesithathu.”+
28 Bandula ke bamsusa uYesu kuKayafa bamsa kwibhotwe lerhuluneli.+ Ke kaloku kwakusekuseni. Kodwa bona abangenanga kwibhotwe lerhuluneli, ukuze bangazenzi inqambi+ kodwa bakwazi ukudla ipasika.
13 UTHIXO ka-Abraham nokaIsake nokaYakobi,+ uTHIXO wookhokho bethu, umzukisile+ uMkhonzi wakhe,+ uYesu, lowo nina namnikelayo+ naza namkhanyela phambi kobuso bukaPilato, xa wayegqibe kwelokuba amkhulule.+