Mateyu 27:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kwaye, bakuba bembophile, bamqhuba baza bamnikela kuPilato irhuluneli.+ Marko 15:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kwaye ngoko nangoko ngesifingo ababingeleli abaziintloko kunye namadoda amakhulu nababhali, kwaneSanhedrin iphela, babhunga,+ yaye bambopha uYesu bamqhuba baza bamnikela kuPilato.+ Yohane 18:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Bandula ke bamsusa uYesu kuKayafa bamsa kwibhotwe lerhuluneli.+ Ke kaloku kwakusekuseni. Kodwa bona abangenanga kwibhotwe lerhuluneli, ukuze bangazenzi inqambi+ kodwa bakwazi ukudla ipasika.
15 Kwaye ngoko nangoko ngesifingo ababingeleli abaziintloko kunye namadoda amakhulu nababhali, kwaneSanhedrin iphela, babhunga,+ yaye bambopha uYesu bamqhuba baza bamnikela kuPilato.+
28 Bandula ke bamsusa uYesu kuKayafa bamsa kwibhotwe lerhuluneli.+ Ke kaloku kwakusekuseni. Kodwa bona abangenanga kwibhotwe lerhuluneli, ukuze bangazenzi inqambi+ kodwa bakwazi ukudla ipasika.