IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 27:57
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 57 Ke kaloku njengoko kwakungorhatya, kwafika umntu waseArimathiya owayesisityebi, ogama linguYosefu, naye ngokwakhe owaba ngumfundi kaYesu.+

  • Marko 15:43
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 43 kweza uYosefu waseArimathiya, ilungu elidumileyo leBhunga, naye ngokwakhe owayelindele ubukumkani bukaThixo.+ Waba nesibindi sokungena aye phambi koPilato aze acele umzimba+ kaYesu.

  • Yohane 19:38
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 38 Ke kaloku emva kwezi zinto uYosefu waseArimathiya, owayengumfundi kaYesu kodwa engulowo ufihlakeleyo ngenxa yokoyika kwakhe amaYuda,+ wacela kuPilato ukuba awususe umzimba kaYesu; waza uPilato wamnika imvume.+ Ngoko ke weza wawususa umzimba wakhe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share