Mateyu 8:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Yaye, khangela! amemeza, esithi: “Sinantoni yakwenza nawe, Nyana kaThixo?+ Ngaba uze apha ukuze usithuthumbise+ ngaphambi kwexesha elimisiweyo?”+ Luka 8:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Ithe yakubona uYesu yadanduluka kakhulu yaza yawa phantsi phambi kwakhe, yathi ngezwi elikhulu: “Ndinantoni yakwenza nawe,+ Yesu Nyana wOyena Thixo Uphakamileyo? Ndiyakubongoza, ungandithuthumbisi.”+
29 Yaye, khangela! amemeza, esithi: “Sinantoni yakwenza nawe, Nyana kaThixo?+ Ngaba uze apha ukuze usithuthumbise+ ngaphambi kwexesha elimisiweyo?”+
28 Ithe yakubona uYesu yadanduluka kakhulu yaza yawa phantsi phambi kwakhe, yathi ngezwi elikhulu: “Ndinantoni yakwenza nawe,+ Yesu Nyana wOyena Thixo Uphakamileyo? Ndiyakubongoza, ungandithuthumbisi.”+