Mateyu 8:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Yaye, khangela! amemeza, esithi: “Sinantoni yakwenza nawe, Nyana kaThixo?+ Ngaba uze apha ukuze usithuthumbise+ ngaphambi kwexesha elimisiweyo?”+ Marko 5:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 yaye, yakuba idanduluke ngezwi elikhulu,+ yathi: “Ndinantoni yakwenza nawe, Yesu, Nyana wOyena Thixo Uphakamileyo?+ Ndiyakufungisa+ ngoThixo ukuba ungandithuthumbisi.”+ Luka 4:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 “Arha! Sinantoni na yakwenza nawe+ Yesu, wena mNazarete?+ Uze kusitshabalalisa na? Ndikwazi+ kakuhle ukuba ungubani na, unguLowo Ungcwele kaThixo.”+
29 Yaye, khangela! amemeza, esithi: “Sinantoni yakwenza nawe, Nyana kaThixo?+ Ngaba uze apha ukuze usithuthumbise+ ngaphambi kwexesha elimisiweyo?”+
7 yaye, yakuba idanduluke ngezwi elikhulu,+ yathi: “Ndinantoni yakwenza nawe, Yesu, Nyana wOyena Thixo Uphakamileyo?+ Ndiyakufungisa+ ngoThixo ukuba ungandithuthumbisi.”+
34 “Arha! Sinantoni na yakwenza nawe+ Yesu, wena mNazarete?+ Uze kusitshabalalisa na? Ndikwazi+ kakuhle ukuba ungubani na, unguLowo Ungcwele kaThixo.”+