Marko 1:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 esithi: “Sinantoni na yakwenza nawe, Yesu wena mNazarete?+ Uze kusitshabalalisa na? Ndikwazi+ kakuhle ukuba ungubani na, unguLowo Ungcwele+ kaThixo.”+ Luka 1:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Ekuphenduleni ingelosi yathi kuye: “Umoya oyingcwele+ uya kukufikela, namandla Oyena Uphakamileyo aya kukusibekela. Ngenxa yeso sizathu kwanoko kuzalwayo kuya kubizwa ngokuba kungcwele,+ uNyana kaThixo.+ Luka 4:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 Needemon zaziphuma kwabaninzi,+ zidanduluka zisithi: “UnguNyana+ kaThixo.” Kodwa, ezikhalimela, wayengazivumeli ukuba zithethe,+ ngenxa yokuba zazimazi+ ukuba unguKRISTU.+
24 esithi: “Sinantoni na yakwenza nawe, Yesu wena mNazarete?+ Uze kusitshabalalisa na? Ndikwazi+ kakuhle ukuba ungubani na, unguLowo Ungcwele+ kaThixo.”+
35 Ekuphenduleni ingelosi yathi kuye: “Umoya oyingcwele+ uya kukufikela, namandla Oyena Uphakamileyo aya kukusibekela. Ngenxa yeso sizathu kwanoko kuzalwayo kuya kubizwa ngokuba kungcwele,+ uNyana kaThixo.+
41 Needemon zaziphuma kwabaninzi,+ zidanduluka zisithi: “UnguNyana+ kaThixo.” Kodwa, ezikhalimela, wayengazivumeli ukuba zithethe,+ ngenxa yokuba zazimazi+ ukuba unguKRISTU.+