Mateyu 17:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ekuphenduleni uYesu wathi: “Owu sizukulwanandini singenalukholo nesijijekileyo,+ koda kube nini na ndinani? Koda kube nini na ndininyamezele? Mziseni apha kum.” Marko 9:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Wasabela ngokuthi kubo: “Owu sizukulwanandini singenalukholo,+ koda kube nini na ndinani? Koda kube nini na ndininyamezele? Mziseni kum.”+
17 Ekuphenduleni uYesu wathi: “Owu sizukulwanandini singenalukholo nesijijekileyo,+ koda kube nini na ndinani? Koda kube nini na ndininyamezele? Mziseni apha kum.”
19 Wasabela ngokuthi kubo: “Owu sizukulwanandini singenalukholo,+ koda kube nini na ndinani? Koda kube nini na ndininyamezele? Mziseni kum.”+