Genesis 3:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Yaye ndiya+ kubeka ubutshaba+ phakathi kwakho+ nomfazi+ naphakathi kwembewu yakho+ nembewu yakhe.+ Yona+ iya kukutyumza+ intloko+ uze wena+ uyityumze+ isithende.”+ INdumiso 91:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Uya kunyathela phezu kwengonyama entsha nephimpi;+Uya kunyathelela phantsi ingonyama entsha enesingci nenyoka enkulu.+
15 Yaye ndiya+ kubeka ubutshaba+ phakathi kwakho+ nomfazi+ naphakathi kwembewu yakho+ nembewu yakhe.+ Yona+ iya kukutyumza+ intloko+ uze wena+ uyityumze+ isithende.”+
13 Uya kunyathela phezu kwengonyama entsha nephimpi;+Uya kunyathelela phantsi ingonyama entsha enesingci nenyoka enkulu.+