Luka 9:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Kuba nabani na oba neentloni ngam nangamazwi am, uNyana womntu uya kuba neentloni ngaye xa efika esebuqaqawulini bakhe nakobo bukaYise nobeengelosi ezingcwele.+ 2 Timoti 2:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 ukuba siyaqhubeka sinyamezela, siya kulawula ndawonye njengookumkani;+ ukuba siyakhanyela,+ naye uya kusikhanyela; 1 Yohane 2:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Wonk’ ubani omkhanyelayo uNyana akanaye noBawo.+ Lowo umvumayo+ uNyana unaye noBawo.+
26 Kuba nabani na oba neentloni ngam nangamazwi am, uNyana womntu uya kuba neentloni ngaye xa efika esebuqaqawulini bakhe nakobo bukaYise nobeengelosi ezingcwele.+
12 ukuba siyaqhubeka sinyamezela, siya kulawula ndawonye njengookumkani;+ ukuba siyakhanyela,+ naye uya kusikhanyela;