Mika 7:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kuba unyana udelela uyise; intombi ivukela unina;+ umolokazana nxamnye noninazala;+ iintshaba zomntu ngabantu bendlu yakhe.+ Mateyu 10:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Musani ukucinga ukuba ndize kungenisa uxolo emhlabeni; ndize kungenisa, kungekhona uxolo,+ kodwa ikrele. Yohane 7:43 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 43 Ngoko ke sahlukana phakathi isihlwele+ ngenxa yakhe. Yohane 9:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Bambi kubaFarisi bathi: “Lo asingomntu wakwaThixo, ngenxa yokuba akayigcini iSabatha.”+ Abanye bathi: “Anganako njani na umntu ongumoni ukwenza imiqondiso+ elolo hlobo?” Ngoko kwabakho ukwahlukana+ phakathi kwabo.
6 Kuba unyana udelela uyise; intombi ivukela unina;+ umolokazana nxamnye noninazala;+ iintshaba zomntu ngabantu bendlu yakhe.+
34 Musani ukucinga ukuba ndize kungenisa uxolo emhlabeni; ndize kungenisa, kungekhona uxolo,+ kodwa ikrele.
16 Bambi kubaFarisi bathi: “Lo asingomntu wakwaThixo, ngenxa yokuba akayigcini iSabatha.”+ Abanye bathi: “Anganako njani na umntu ongumoni ukwenza imiqondiso+ elolo hlobo?” Ngoko kwabakho ukwahlukana+ phakathi kwabo.