Luka 12:51 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 51 Ngaba nicinga ukuba ndizise uxolo emhlabeni? Eneneni, ndithi kuni, akunjalo, kodwa kunoko ukwahlukana.+ Yohane 7:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Yaye kwakukho intetho yokudumzela eninzi ngaye phakathi kwezihlwele.+ Bambi babesithi: “Ungumntu olungileyo.” Abanye babesithi: “Akanjalo, kodwa ulahlekisa isihlwele.” Yohane 7:43 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 43 Ngoko ke sahlukana phakathi isihlwele+ ngenxa yakhe. Yohane 10:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kwakhona ahlukana+ phakathi amaYuda ngenxa yala mazwi.
51 Ngaba nicinga ukuba ndizise uxolo emhlabeni? Eneneni, ndithi kuni, akunjalo, kodwa kunoko ukwahlukana.+
12 Yaye kwakukho intetho yokudumzela eninzi ngaye phakathi kwezihlwele.+ Bambi babesithi: “Ungumntu olungileyo.” Abanye babesithi: “Akanjalo, kodwa ulahlekisa isihlwele.”