Mateyu 21:46 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 46 Kodwa, nangona babefuna ukumbamba, babesoyika izihlwele, ngenxa yokuba zazibambe ukuthi ungumprofeti.+ Luka 7:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Bonke ke bangenwa luloyiko,+ yaye baqalisa ukumzukisa uThixo, besithi: “Kuveliswe umprofeti omkhulu+ phakathi kwethu,” nokuthi, “UThixo uphethulele ingqalelo yakhe kubantu bakhe.”+ Yohane 6:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ngoko ke abantu bakubona imiqondiso ayenzileyo, bathi: “Lo ngokuqinisekileyo ngumprofeti+ owayeza kuza ehlabathini.” Yohane 9:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Bambi kubaFarisi bathi: “Lo asingomntu wakwaThixo, ngenxa yokuba akayigcini iSabatha.”+ Abanye bathi: “Anganako njani na umntu ongumoni ukwenza imiqondiso+ elolo hlobo?” Ngoko kwabakho ukwahlukana+ phakathi kwabo.
46 Kodwa, nangona babefuna ukumbamba, babesoyika izihlwele, ngenxa yokuba zazibambe ukuthi ungumprofeti.+
16 Bonke ke bangenwa luloyiko,+ yaye baqalisa ukumzukisa uThixo, besithi: “Kuveliswe umprofeti omkhulu+ phakathi kwethu,” nokuthi, “UThixo uphethulele ingqalelo yakhe kubantu bakhe.”+
14 Ngoko ke abantu bakubona imiqondiso ayenzileyo, bathi: “Lo ngokuqinisekileyo ngumprofeti+ owayeza kuza ehlabathini.”
16 Bambi kubaFarisi bathi: “Lo asingomntu wakwaThixo, ngenxa yokuba akayigcini iSabatha.”+ Abanye bathi: “Anganako njani na umntu ongumoni ukwenza imiqondiso+ elolo hlobo?” Ngoko kwabakho ukwahlukana+ phakathi kwabo.