Yohane 14:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ekuphenduleni uYesu wathi kuye: “Ukuba nabani na uyandithanda, uya kuligcina+ ilizwi lam, yaye uBawo uya kumthanda, ibe siya kuza kuye size sihlale naye.+ Yohane 15:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Hlalani nimanyene nam, nam ndimanyene nani.+ Kanye njengoko isebe lingenakuzithwalela isiqhamo ngokwalo ngaphandle kokuba lihlale emdiliyeni, ngokufanayo nani aninako, ngaphandle kokuba nihlala nimanyene nam.+ 1 Yohane 3:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ngaphezu koko, lowo uyigcinayo imiyalelo yakhe umanyene naye,+ naye umanyene nomntu onjalo; yaye ukuba umanyene nathi,+ sikwazi ngenxa yomoya+ awasinika wona.
23 Ekuphenduleni uYesu wathi kuye: “Ukuba nabani na uyandithanda, uya kuligcina+ ilizwi lam, yaye uBawo uya kumthanda, ibe siya kuza kuye size sihlale naye.+
4 Hlalani nimanyene nam, nam ndimanyene nani.+ Kanye njengoko isebe lingenakuzithwalela isiqhamo ngokwalo ngaphandle kokuba lihlale emdiliyeni, ngokufanayo nani aninako, ngaphandle kokuba nihlala nimanyene nam.+
24 Ngaphezu koko, lowo uyigcinayo imiyalelo yakhe umanyene naye,+ naye umanyene nomntu onjalo; yaye ukuba umanyene nathi,+ sikwazi ngenxa yomoya+ awasinika wona.