Mateyu 12:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kodwa abaFarisi baphuma baza baceba ukumtshabalalisa.+ Marko 3:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngako oko abaFarisi baphuma baza ngoko nangoko benza ibhunga neqela labalandeli bakaHerode+ nxamnye naye, ukuze bamtshabalalise.+
6 Ngako oko abaFarisi baphuma baza ngoko nangoko benza ibhunga neqela labalandeli bakaHerode+ nxamnye naye, ukuze bamtshabalalise.+