IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 27:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Kwathi kwakusa, bonke ababingeleli abaziintloko namadoda amakhulu abantu babhunga nxamnye noYesu ukuze bambulale.+

  • Marko 3:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ngako oko abaFarisi baphuma baza ngoko nangoko benza ibhunga neqela labalandeli bakaHerode+ nxamnye naye, ukuze bamtshabalalise.+

  • Luka 6:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Kodwa bazaliswa ngumsindo, baza bambhunga uYesu.+

  • Yohane 5:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Ngenxa yoko, eneneni, amaYuda afuna ngakumbi ukumbulala,+ kuba wayengaphuli Sabatha kuphela kodwa wayekwabiza uThixo ngokuthi nguYise,+ ezenza alingane+ noThixo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share