Yohane 7:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ke kaloku emva kwezi zinto uYesu waqhubeka ehambahamba eGalili, kuba wayengafuni kuhamba-hamba kwelakwaYuda, ngenxa yokuba amaYuda ayefuna ukumbulala.+ Yohane 7:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 UMoses waninika uMthetho,+ akunjalo? Kodwa akukho namnye kuni uwuthobelayo uMthetho. Kutheni nifuna ukundibulala nje?”+
7 Ke kaloku emva kwezi zinto uYesu waqhubeka ehambahamba eGalili, kuba wayengafuni kuhamba-hamba kwelakwaYuda, ngenxa yokuba amaYuda ayefuna ukumbulala.+
19 UMoses waninika uMthetho,+ akunjalo? Kodwa akukho namnye kuni uwuthobelayo uMthetho. Kutheni nifuna ukundibulala nje?”+