Marko 11:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Yaye ababingeleli abaziintloko nababhali bakuva oko, baza bafuna indlela yokumtshabalalisa;+ ngokuba babemoyika, kuba sonke isihlwele sasithe khamnqa yimfundiso yakhe.+ Luka 19:47 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 47 Ngapha koko, waqhubeka efundisa mihla le etempileni. Kodwa ababingeleli abaziintloko nababhali nabo baziintloko ebantwini babefuna ukumtshabalalisa;+
18 Yaye ababingeleli abaziintloko nababhali bakuva oko, baza bafuna indlela yokumtshabalalisa;+ ngokuba babemoyika, kuba sonke isihlwele sasithe khamnqa yimfundiso yakhe.+
47 Ngapha koko, waqhubeka efundisa mihla le etempileni. Kodwa ababingeleli abaziintloko nababhali nabo baziintloko ebantwini babefuna ukumtshabalalisa;+