Yohane 2:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Noko ke, xa wayeseYerusalem epasikeni, emthendelekweni wayo,+ abantu abaninzi bakholwa egameni lakhe,+ bebona imiqondiso yakhe awayeyenza.+ Yohane 8:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Njengoko wayezithetha ezi zinto, abaninzi bakholwa kuye.+ Yohane 10:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 Kwaye abaninzi bakholwa kuye apho.+ Yohane 11:45 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 45 Ngoko ke abaninzi kumaYuda awayeze kuMariya nawakubonayo oko akwenzileyo bakholwa kuye;+
23 Noko ke, xa wayeseYerusalem epasikeni, emthendelekweni wayo,+ abantu abaninzi bakholwa egameni lakhe,+ bebona imiqondiso yakhe awayeyenza.+