Yohane 7:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Ukanti, abaninzi kwisihlwele bakholwa kuye;+ baza bathi: “Xa uKRISTU efika, akayi kwenza miqondiso+ ingakumbi kunaleyo lo mntu ayenzileyo, akunjalo?” Yohane 10:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 Kwaye abaninzi bakholwa kuye apho.+ Yohane 11:45 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 45 Ngoko ke abaninzi kumaYuda awayeze kuMariya nawakubonayo oko akwenzileyo bakholwa kuye;+
31 Ukanti, abaninzi kwisihlwele bakholwa kuye;+ baza bathi: “Xa uKRISTU efika, akayi kwenza miqondiso+ ingakumbi kunaleyo lo mntu ayenzileyo, akunjalo?”