Mika 5:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 “Ngokuqinisekileyo uya kuma aze aluse ngamandla kaYehova,+ ngokongama kwegama likaYehova uThixo wakhe.+ Kwaye ngokuqinisekileyo baya kuhlala,+ kuba ngoku uya kuba mkhulu ukuya kufikelela kwiziphelo zomhlaba.+ Yohane 11:47 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 47 Ngenxa yoko ababingeleli abaziintloko nabaFarisi bahlanganisela ndawonye iSanhedrin+ baza bathi: “Yintoni na emasiyenze, ngenxa yokuba lo mntu wenza imiqondiso emininzi?+
4 “Ngokuqinisekileyo uya kuma aze aluse ngamandla kaYehova,+ ngokongama kwegama likaYehova uThixo wakhe.+ Kwaye ngokuqinisekileyo baya kuhlala,+ kuba ngoku uya kuba mkhulu ukuya kufikelela kwiziphelo zomhlaba.+
47 Ngenxa yoko ababingeleli abaziintloko nabaFarisi bahlanganisela ndawonye iSanhedrin+ baza bathi: “Yintoni na emasiyenze, ngenxa yokuba lo mntu wenza imiqondiso emininzi?+