IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 14:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Ekugqibeleni wathi uYehova kuMoses: “Kuya kude kube nini na+ singandihloneli+ esi sizwana, yaye kuya kude kube nini na singakholwa kum ngemiqondiso yonke endiyenzileyo phakathi kwaso?+

  • Yohane 7:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Ukanti, abaninzi kwisihlwele bakholwa kuye;+ baza bathi: “Xa uKRISTU efika, akayi kwenza miqondiso+ ingakumbi kunaleyo lo mntu ayenzileyo, akunjalo?”

  • Yohane 12:37
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 37 Kodwa nangona wayenze imiqondiso emininzi kangaka phambi kwabo, babengakholwa kuye,

  • IZenzo 4:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 besithi: “Siya kwenza ntoni na ngaba bantu?+ Ngenxa yokuba, enyanisweni, kwenzeke umqondiso ophawulekayo ngabo, lowo ubonakala kubo bonke abemi baseYerusalem;+ yaye asinakuwukhanyela.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share