Mateyu 26:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngoko ababingeleli abaziintloko namadoda amakhulu abantu bahlanganisana ndawonye entendelezweni yombingeleli omkhulu owayebizwa ngokuba nguKayafa,+ Luka 3:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 ngemihla yombingeleli oyintloko uAnas nekaKayafa,+ kwafika ilizwi likaThixo kuYohane+ unyana kaZekariya esentlango.+ IZenzo 4:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 (kwanoAnas+ umbingeleli oyintloko noKayafa+ noYohane noAleksandire nabo bonke abo babezizalamane zombingeleli oyintloko),
3 Ngoko ababingeleli abaziintloko namadoda amakhulu abantu bahlanganisana ndawonye entendelezweni yombingeleli omkhulu owayebizwa ngokuba nguKayafa,+
2 ngemihla yombingeleli oyintloko uAnas nekaKayafa,+ kwafika ilizwi likaThixo kuYohane+ unyana kaZekariya esentlango.+
6 (kwanoAnas+ umbingeleli oyintloko noKayafa+ noYohane noAleksandire nabo bonke abo babezizalamane zombingeleli oyintloko),