Yohane 17:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 ukuze bonke babe banye,+ kanye njengoko wena, Bawo, umanyene nam yaye nam ndimanyene nawe,+ ukuze nabo bamanyane nathi,+ ukuze ihlabathi libe nokukholelwa ukuba ndithunywe nguwe.+ Galati 3:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Akukho mYuda namGrike,+ akukho khoboka nokhululekileyo,+ akukho ndoda nabhinqa;+ kuba nonke ningumntu omnye ngokumanyene noKristu Yesu.+ Efese 2:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kuba uluxolo lwethu,+ yena lowo wawenza amaqela amabini+ aba liqela elinye+ waza walutshabalalisa udonga+ oluphakathi olwaluluthango+ oluwahlukanisayo. Efese 3:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 eyile, yokuba abantu beentlanga bafanele babe ziindlalifa ezimanyeneyo namalungu omzimba+ angamadlelane yaye babe nesabelo kunye nathi kwisithembiso+ ngokumanyene noKristu Yesu ngazo iindaba ezilungileyo.
21 ukuze bonke babe banye,+ kanye njengoko wena, Bawo, umanyene nam yaye nam ndimanyene nawe,+ ukuze nabo bamanyane nathi,+ ukuze ihlabathi libe nokukholelwa ukuba ndithunywe nguwe.+
28 Akukho mYuda namGrike,+ akukho khoboka nokhululekileyo,+ akukho ndoda nabhinqa;+ kuba nonke ningumntu omnye ngokumanyene noKristu Yesu.+
14 Kuba uluxolo lwethu,+ yena lowo wawenza amaqela amabini+ aba liqela elinye+ waza walutshabalalisa udonga+ oluphakathi olwaluluthango+ oluwahlukanisayo.
6 eyile, yokuba abantu beentlanga bafanele babe ziindlalifa ezimanyeneyo namalungu omzimba+ angamadlelane yaye babe nesabelo kunye nathi kwisithembiso+ ngokumanyene noKristu Yesu ngazo iindaba ezilungileyo.