Yohane 13:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 UThixo uya kumzukisa,+ yaye uya kumzukisa ngoko nangoko. Yohane 17:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 UYesu wazithetha ezi zinto, waza, ephakamisele amehlo akhe ezulwini,+ wathi: “Bawo, ilixa lifikile; mzukise unyana wakho, ukuze unyana wakho akuzukise,+
17 UYesu wazithetha ezi zinto, waza, ephakamisele amehlo akhe ezulwini,+ wathi: “Bawo, ilixa lifikile; mzukise unyana wakho, ukuze unyana wakho akuzukise,+