IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 11:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Zonke izinto zinikelwe kum nguBawo,+ yaye akukho bani umazi ngokupheleleyo uNyana ngaphandle kukaBawo,+ kungekho nabani na umazi ngokupheleleyo uBawo ngaphandle kukaNyana naye nabani na lowo uNyana athanda ukumtyhila kuye.+

  • IZenzo 2:36
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 36 Ngoko ke yonke indlu kaSirayeli mayazi ngokuqinisekileyo ukuba uThixo umenze iNkosi+ wamenza noKristu, lo Yesu nambethelelayo nina.”+

  • 1 Korinte 15:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Kuba uThixo “wazithobela phantsi kweenyawo zakhe zonke izinto.”+ Kodwa xa esithi ‘zonke izinto zithotyiwe,’+ kuyabonakala ukuba akabalwa lowo wazithobela phantsi kwakhe zonke izinto.+

  • Hebhere 2:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Zonke izinto uzithobele phantsi kweenyawo zakhe.”+ Kuba ekubeni ethobele zonke izinto kuye+ uThixo akashiyanga nto ingathotyelwanga kuye.+ Noko ke, ngoku, asikaziboni zonke izinto zithotyelwe kuye;+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share