Isaya 53:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kodwa uYehova wayoliswa kukumtyumza;+ wamgulisa.+ Ukuba uya kuwumisa umphefumlo wakhe ube ngumnikelo wetyala,+ uya kuyibona inzala yakhe,+ uya kuyolula imihla yakhe,+ kwaye esandleni sakhe kuya kuphumelela+ oko kuluyolo+ kuYehova. Luka 24:44 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 44 Ke kaloku wathi kubo: “Ngawo la amazwi am endawathetha kuni ngoxa ndandisekunye nani,+ ukuba zonke izinto ezibhaliweyo ngam emthethweni kaMoses nakubaProfeti+ nakwiiNdumiso+ zimelwe kukuzaliseka.” IZenzo 2:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 lo mntu, njengalowo wanikelwayo ngokwecebo elamiselwayo nokwazi kwangaphambili kukaThixo,+ nambethelela esibondeni ngesandla sabantu abachas’ umthetho naza nambulala.+ 1 Petros 1:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Enyanisweni, waziwa kwangaphambi kokusekwa+ kwehlabathi, kodwa wabonakaliswa ekupheleni kwamaxesha ngenxa yenu+
10 Kodwa uYehova wayoliswa kukumtyumza;+ wamgulisa.+ Ukuba uya kuwumisa umphefumlo wakhe ube ngumnikelo wetyala,+ uya kuyibona inzala yakhe,+ uya kuyolula imihla yakhe,+ kwaye esandleni sakhe kuya kuphumelela+ oko kuluyolo+ kuYehova.
44 Ke kaloku wathi kubo: “Ngawo la amazwi am endawathetha kuni ngoxa ndandisekunye nani,+ ukuba zonke izinto ezibhaliweyo ngam emthethweni kaMoses nakubaProfeti+ nakwiiNdumiso+ zimelwe kukuzaliseka.”
23 lo mntu, njengalowo wanikelwayo ngokwecebo elamiselwayo nokwazi kwangaphambili kukaThixo,+ nambethelela esibondeni ngesandla sabantu abachas’ umthetho naza nambulala.+
20 Enyanisweni, waziwa kwangaphambi kokusekwa+ kwehlabathi, kodwa wabonakaliswa ekupheleni kwamaxesha ngenxa yenu+