Luka 24:44 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 44 Ke kaloku wathi kubo: “Ngawo la amazwi am endawathetha kuni ngoxa ndandisekunye nani,+ ukuba zonke izinto ezibhaliweyo ngam emthethweni kaMoses nakubaProfeti+ nakwiiNdumiso+ zimelwe kukuzaliseka.” Yohane 19:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 UYesu wamphendula wathi: “Unge ungenagunya konke konke nxamnye nam ngaphandle kokuba ulinikwe livela phezulu.+ Kungenxa yoko le nto umntu ondinikele kuwe enesono esikhulu ngakumbi.” IZenzo 4:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 ukuze benze ezo zinto isandla necebo lakho sazimisela kwangaphambili ukuba zibekho.+ 1 Petros 1:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Enyanisweni, waziwa kwangaphambi kokusekwa+ kwehlabathi, kodwa wabonakaliswa ekupheleni kwamaxesha ngenxa yenu+
44 Ke kaloku wathi kubo: “Ngawo la amazwi am endawathetha kuni ngoxa ndandisekunye nani,+ ukuba zonke izinto ezibhaliweyo ngam emthethweni kaMoses nakubaProfeti+ nakwiiNdumiso+ zimelwe kukuzaliseka.”
11 UYesu wamphendula wathi: “Unge ungenagunya konke konke nxamnye nam ngaphandle kokuba ulinikwe livela phezulu.+ Kungenxa yoko le nto umntu ondinikele kuwe enesono esikhulu ngakumbi.”
20 Enyanisweni, waziwa kwangaphambi kokusekwa+ kwehlabathi, kodwa wabonakaliswa ekupheleni kwamaxesha ngenxa yenu+