Genesis 15:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Wakholwa ke yena kuYehova;+ yaye wakubalela kuye oko njengobulungisa.+ Galati 3:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kunjengokuba kanye uAbraham “wakholwayo kuYehova, kwaza oko kwabalelwa kuye njengobulungisa.”+ Yakobi 2:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 sazaliseka ke isibhalo esithi: “UAbraham wakholwa kuYehova, kwaza oko kwabalelwa kuye njengobulungisa,”+ waza wabizwa ngokuba “ngumhlobo kaYehova.”+
23 sazaliseka ke isibhalo esithi: “UAbraham wakholwa kuYehova, kwaza oko kwabalelwa kuye njengobulungisa,”+ waza wabizwa ngokuba “ngumhlobo kaYehova.”+