INdumiso 51:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Khangela! Ngenimba ndazalelwa esiphosweni,+Yaye uma wandikhawulela esonweni.+ Yohane 8:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 UYesu wawaphendula wathi: “Inene, inene, ndithi kuni, Wonke umenzi wesono ulikhoboka lesono.+ Roma 6:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Anazi na ukuba lowo nizinikela kuye njengamakhoboka ukuze nimthobele,+ ningamakhoboka akhe ngenxa yokuba nimthobela, nokuba ngawesono+ ngokubhekisele ekufeni+ okanye awentobelo+ ngokubhekisele ebulungiseni?+
16 Anazi na ukuba lowo nizinikela kuye njengamakhoboka ukuze nimthobele,+ ningamakhoboka akhe ngenxa yokuba nimthobela, nokuba ngawesono+ ngokubhekisele ekufeni+ okanye awentobelo+ ngokubhekisele ebulungiseni?+