IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Roma 12:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 ngoko nathi, nangona sibaninzi, singumzimba omnye+ ngokumanyene noKristu, kodwa singamalungu elowo elomnye.+

  • Efese 1:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 elingumzimba+ wakhe, yena lowo uphelelisa+ zonke izinto kubo bonke.+

  • Kolose 1:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Ngoku ndinemihlali ngokubandezeleka kwam ngenxa yenu,+ kuba ngale ndlela, ndizalisa oko kusileleyo kwiimbandezelo+ zikaKRISTU enyameni yam ngenxa yomzimba wakhe, olibandla.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share