1 Korinte 15:48 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 48 Njengoko enjalo lowo wenziwe ngothuli,+ bakwanjalo ke nabo benziwe ngothuli; yaye njengoko enjalo lowo ungowasezulwini,+ bakwanjalo ke nabo bangabasezulwini.+ 1 Korinte 15:50 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 50 Noko ke, oku ndiyakutsho, bazalwana, ukuthi inyama negazi azinakubudla ilifa ubukumkani bukaThixo,+ kungenako nokonakala ukudla ilifa ukungonakali.+ Filipi 3:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 oya kuwumilisa ngokutsha umzimba wethu othotyiweyo+ ukuze uvisisaniswe nomzimba wakhe ozukileyo+ ngokokusebenza+ kwamandla anawo, kwanawokuthobela+ zonke izinto kuye.
48 Njengoko enjalo lowo wenziwe ngothuli,+ bakwanjalo ke nabo benziwe ngothuli; yaye njengoko enjalo lowo ungowasezulwini,+ bakwanjalo ke nabo bangabasezulwini.+
50 Noko ke, oku ndiyakutsho, bazalwana, ukuthi inyama negazi azinakubudla ilifa ubukumkani bukaThixo,+ kungenako nokonakala ukudla ilifa ukungonakali.+
21 oya kuwumilisa ngokutsha umzimba wethu othotyiweyo+ ukuze uvisisaniswe nomzimba wakhe ozukileyo+ ngokokusebenza+ kwamandla anawo, kwanawokuthobela+ zonke izinto kuye.